Firefox Developer Edition

Yakhelwe abo bakha iWebhu

Ekuphela kwebhrawza eyenzelwe abaphuhlisi abafana nawe.

Firefox Developer Edition — isiXhosa

Isistim yakho isenokungazifikeleli iimfaneleko zeFirefox, kodwa ungazama enye yezi ndidi:

Firefox Developer Edition — isiXhosa

Inkqubo yakho ayihambelani neemfuno ze-zokusebenzisa iFirefox.

Inkqubo yakho ayihambelani neemfuno ze-zokusebenzisa iFirefox.

Please follow these instructions to install Firefox.

Ukuba yiMfihlelo kweFirefox
Firefox Developer Edition
  • Yenzelwe abaphuhlisi

    Ekuphela kwebhrawza eyenzelwe abaphuhlisi kuphela, iFirefox Developer Edition yayenziwe kucingwa ngokuqhuba umsebenzi wakho. Yakha, vavanya, uze ubeke esikalini yonke loo nto uyenza kwindawo enye okokuqala ngqa.

  • Khupha ibhagi kuyo nayiphi na ibhrawza

    Hlola uze ukhuphe ibhagi kwi-app yakho kuyo nayiphi na ibhrawza okanye isixhobo esineValence — isandiso esinamandla, esifakwe kwangaphambili oya kusifumana kwiFirefox Developer Edition.

  • Ukukhowuda okufanele ipixel

    Ngqala kwisayizi yesktrini esineResponsive Design View uze ulungise iCSS yakho ebhabhayo eneStyle Editor esakhelweyo sokukhowuda okufanele ipixel.

Zonke izixhobo ozithandayo zabaphuhlisi nezinye

IFirefox Developer Edition ikunika izixhobo eziyintloko zabaphuhlisi kunye nezinye ezinamandla ezitsha eziya kwandisa amandla akho okusebenza kumaqonga awahlukeneyo ukusuka kwindawo enye. Yiyo yonke into oyiqhelileyo, ephucukileyo qha. Yaye kuphela ivela kwaFirefox.

  • Iskrinshot

    Izixhobo Zokulungisa Okubonwayo

    Lungisa ngokubonakalayo imiboniso ye-CSS neHTML edlala kwiphepha lephaneli yoMhloli. Hlola ulungelelwano, imilinganiselo nokuphedwa kwayo nayiphi na i-elementi usebenzisa iRula nezixhobo zokuLinganisa.

    Funda ngakumbi ngeZixhobo Zokulungisa Ezibonakalayo
  • Iskrinshot

    Isicelimngeni SeDevTools

    Sebenzisa imiboniso yoHlelo loMphuhlisi nezixhobo zokulungisa ze-CSS ukuhlola ubunzulu bolwandlekazi nokunxibelelana nezona zidalwa zingaqhelekanga.

    Zama uMcelimngeni weDevTools
  • Iskrinshot

    Izixhobo zokusebenza

    Hlolisisa ireyiti yefreyimu yesiqulatho sewebhu, ukusetyenziswa kwememori neprofayili yeJS nocwangciso lwexesha oludibeneyo ukukunceda ukufumanise lula uze ulungise iingxaki zokusebenza.

    Funda ngakumbi ngeZixhobo Zokusebenza
  • Iskrinshot

    Umhloli Wephepha

    Hlola iHTML neCSS yalo naliphi na iphepha leWebhu uze ukulungise ngokulula ukumila nemo yephepha.

    Funda ngakumbi ngoMhloli Wephepha
  • Iskrinshot

    Umhleli Wewebhu Odiyo

    Hlola uze unxibelelane neWeb Audio API ngexesha elililo ukuqinisekisa ukuba zonke iinowudi ze-odiyo ziqhagamshelwe ngendlela oyilindeleyo.

    Funda ngakumbi ngoMhleli Wewebhu weOdiyo
  • Iskrinshot

    Ikhonsoli yeWebhu

    Bona inkcazelo elogiweyo enxulumene nephepha leWebhu uze usebenzise iKhonsoli yeWebhu ukunxibelelana namaphepha eWebhu usebenzisa iJavaScript.

    Funda ngakumbi ngeKhonsoli yeWebhu
  • Iskrinshot

    I-Debugger ye-JavaScript

    Ngena kwikhowudi yeJavaScript uze uhlolisise okanye utshintshe imo yayo ukukunceda utreke iibhagi.

    Funda ngakumbi ngeSikhuphi bhagi seJavaScript
  • Iskrinshot

    Umhloli we-Network

    Bona zonke izicelo zenethwekhi ezenziwa yibhrawza yakho, ixesha elithathwa sisicelo ngasinye nenkcukacha zesicelo ngasinye.

    Funda ngakumbi ngoMhloli weNethwekhi
  • Iskrinshot

    Umlungisi Wesimbo

    Jonga uze ulungise izimbo ze-CSS ngokunxulumene nephepha leWebhu, uyile ezitsha uze usebenzise iishiti zezimbo ze-CSS ezikhoyo kulo naliphi na iphepha.

    Funda ngakumbi ngoMhleli weSimbo
  • Iskrinshot

    Imbonakalo Yoyilo Ephendulayo

    Bona indlela iWebhsayithi yakho okanye i-app yakho yeWebhu eya kujonga ngayo kwiisayizi zezikrini ezahlukeneyo ngaphandle kokutshintsha isayizi yewindow yebhrawza yakho.

    Funda ngakumbi malunga nembonakalo yoyilo ephendulayo
  • Iskrinshot

    Ivalence

    Phuhlisa uza ukhuphe ibhagi kwii-app zakho kuzo zonke iibhrawza nezixhobo ezinesi songezelelo sinamandla esiza sele sifakwe kwangaphambili kuHlelo loMphuhlisi lweFirefox.

    Funda ngakumbi ngeValence